
Şarkının sözleri aşağıdadır Bawo , sanatçı - Zahara çeviriyle birlikte
Çevirili orijinal metin
Zahara
Izithembiso zam
Iintsikelelo zam
Ubomi bam bukuwe
Lelilizwe liyadidizela
Abanye baya ngale abanye baya ngale
Kuvelwa kusembiswa iinzingo zinintsi
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Ndithi ndithathe elithuba
Ndicele kuwe ngayoyonkinto ngonyama
Into ilele esandleni sakho
Bawo ndizimisa kuwe
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Dwala lam, msindisi wam
Ndizimisa kuwe
Dwala lam, msindisi wam
Ndizimisa kuwe
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Zahara, Leo de la Rosa • 2014
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2012
Angela Maria • 1956
Ece Seçkin • 2024
Eloy • 1992
Jam in the Van, Trash Panda • 2023
Reinaldo • 2002
Çeşitli Sanatçılar, Alp Arslan, Faruk Salgar • 2012
I$$A • 2020
Farklı dillerde şarkılar
Tüm dillere yüksek kaliteli çeviriler
İhtiyacınız olan metinleri saniyeler içinde bulun